Restart (@Restart_Azania) header
Restart (@Restart_Azania) profile picture

Stay humble ,Hustle hard &Trust the process.....

Cape Town
Joined March 2013
Kaizer Chiefs Center backs 👌👌👌ngu sweet wodwa🙌🙌
1
1
2
247
Mxm 😂😂😂😂😂😭😭
11
21
3
100
5,479
Lento iqala ngala call ibuza”Rugby siyibukela phi this weekend”🙈😂😂anyway bekumnandi ne boys 🔥🔥👌
1
16
1,853
Ndisayokhonza 🙏🙏
1
1
1
52
1,840
2NFTA nominations for ntwana yam 💪💪🙌🙌
2
9
483
Location yethu today 👌👌
1
7
717
Siyincokola lento sihleli kanje,ebalisa kuba as soon evala uzothatha zonke mpahla zakhe azohlala nam ❤️❤️
Le 7year old yam ibicele uthengela teacher wayo present,xa ndimbuza ufuna mthengela ntoni wathi IPhone 17 if andiyi afford ndizame 16 🙈🤣😂ndathi “uphambene ruuuu mntanam”😂😂😂🤣
1
29
1,247
Le 7year old yam ibicele uthengela teacher wayo present,xa ndimbuza ufuna mthengela ntoni wathi IPhone 17 if andiyi afford ndizame 16 🙈🤣😂ndathi “uphambene ruuuu mntanam”😂😂😂🤣
36
35
20
461
17,740
Bamoshe ngoku shoot scenes zase beach weather itshisa 🤣😊now ndimane zobethwa ngumoya 🤣🤣
1
6
481
Simnandi isiXhosa 🙌🙌🙌
6
49
1
153
5,512
Legend 🤣🤣😂😂🤣🤣😂
13
21
3
64
6,198
Wonwabile ntondo,uzothathwa ngu daddy skolweni❤️❤️
1
15
641
Match idlala Saturday but asikayazi nokuba dlalelwa phi kunzima nothenga matikiti 😂😂🤣😂league yethu yi joke shame 😂🤣
2
316
Yesterday kula Cricket bathi sicela khipha ama camera siku shoot 😂🤣🤣😂
1
5
321
Yonke imuntu ayikho happy tonight 🙈Bafana Bafana ne Springboks ⚽️🏉
3
286
Xa sinodlala draw ne Kenya worse sidlala ekhayeni nc nc 🙈🙈🙈
1
233
🤣🤣🤣🤣😂😂😂😂nc nc nc
235
Great goal by Bafana Bafana,nice combination play 🙌⚽️⚽️
199
Andiyazi le bhola idlalwa apha 🙈counter attack football 🙈🤔
170
Qho nge breakfast yethu bayafika aba 😂caba bazofuna protection fee yokuba kumhlaba wabo 😂😂😂
3
15
708